NOTICES

APPLICATIONS FOR WESTERN CAPE “ PAY” ( Premier Advancement of Youth Programme) Programme

The Premier’s Advancement of Youth Programme (July 2021 intake) is now open for applications. Please note that this opportunity is ONLY OPEN TO YOUTH FROM THE WESTERN CAPE WHO HAVE MATRICULATED IN 2020. From applications received, 150 interns will be accepted into the Programme.

Please refer to link below to apply:

https://sayouth.mobi/p/WCDoTP/o/64769

Molweni Basebenzi boRhulumente weNtshona Kokoni

Ngoku zivulelekile izicelo zeNkqubo yeNkulumbuso yokuQhubekekisela uLutsha Phambili (abo baza kuthathwa kwinyanga yeKhala 2021). Nceda uqaphele ukuba eli thuba LIVULELEKE KUPHELA KULUTSHA OLUSUKA APHA ENTSHONA KOLONI OLUPHUMELELE IMATRIKI NGO-2020. Kule Nkqubo kuza kuthathwa kuphela abafundi abazakuqheliswa umsebenzi abali-150 kwinani lezicelo esithe sazifumana.

Nceda ucofe kweli khonkco lingezantsi ukuze ufake isicelo:

https://sayouth.mobi/p/WCDoTP/o/64769

Geagte WKR-kollegas

Die Premier se program vir die bevordering van die jeug (PAY) (Julie 2021-opname) is nou oop vir aansoeke. Neem asseblief kennis dat hierdie geleentheid SLEGS BESKIKBAAR IS VIR DIE JEUG VAN DIE WES-KAAP WAT IN 2020 GEMATRIKULEER HET. Van die aansoeke wat ontvang is, gaan 150 interns gekies word om aan die program deel te neem.

Gebruik asseblief die onderstaande skakel om aansoek te doen:

https://sayouth.mobi/p/WCDoTP/o/64769

Share on facebook
Facebook
Share on twitter
Twitter
Share on linkedin
LinkedIn
Share on whatsapp
WhatsApp